Ukufunda kuluchumanco! Uqala ufumane ulwazi olungephi, ungazi ukuba kuzakwenzeka ntoni. Njengoko ufunda ufumana iimvakalelo ezahlukeneyo; ufunde ngeenkcukacha ezintsha kwaye ube yinxalenye yezinto ezenzekayo ezithi zibe ngumothuko. Ekupheleni kolu hambo, ufunda lukhulu kwaye ufumone ulonwabo olukhulu!
Yonwabela ukufunda kwincwadi yakho uKwaXhosa Zibenza Zibutya Ibanga 7 Incwadi Yokufunda.
Incwadi yakho yokufunda uKwaXhosa Zibenza Zibutya ikunika ezi zifundo zilandelayo: